UGWEMA ukugagula igama le-Orlando Pirates akhonjwa kuyona uSinoxolo Kwayiba (25) okuvela ukuthi usesemabhukwini amaBhakaniya. UKwayiba udlala esiswini kwiChippa United nakwiBafana Bafana. Ujoyine iChippa United ngo-2022-2023 esuka kwiPretoria Callies egijima kwiMFC....
